Inguqulelo ka -betha ingesiNgesi:

-betha

beat

isenzi

  • 1

    beat
    hit
    Betha apha ngale ntonga yakho Hit here with your stick
  • 2

    beat
    Intliziyo yam ibetha esifubeni sam My heart beats in my chest
  • 3

    umculo
    play
    Betha ixilongo sidanise Play a trumpet so that we can dance
  • 4

    (when telling the time)
    strike
    Yathi ibethe intsimbi yokuqala wabe efika uNtshangase Ntshangase arrived as the clock struck one