Inguqulelo ka -bila ingesiNgesi:

-bila

boil

isenzi

  • 1

    boil
    Aqala ukubila amanzi waza ke wayisusa imbiza eziko The water started to boil, and she removed the pot from the fire
  • 2

    sweat
    perspire
    Abantwana babila ngenxa yokuhlala elangeni The children are sweating due to sitting in the sun