Inguqulelo ka -bonakalisa ingesiNgesi:

-bonakalisa

show

isenzi + isenzeka + isenzela + isenzisa

  • 1

    show
    indicate
    Le foto ibonakalisa abantu abohlukeneyo ebebeze kule ntlanganiso This photo shows different people who came to the meeting