Inguqulelo ka -dibana ingesiNgesi:

-dibana

meet

isenzi

  • 1

    meet
    Siya kudibana esitishini, sikhwele kunye We are going to meet at the station and travel together
  • 2

    come across
    Wadibana neentwana eziliqela kwelo thafa He came across a few boys in that veld