Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika -dla in isiXhosa

: -dla1-dla2

-dla1

eat

isenzi

  • 1

    eat
    Sihlala phantsi etafileni sidle isidlo sasemini We sit down at the table and ate lunch

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika -dla in isiXhosa

: -dla1-dla2

-dla2

do usually

intsiza-senzi

  • 1

    do usually
    Badla ngokusebenzisa la mazwi: "Imfundo sisitshixo esivula isango eliya empumelelweni They usually use these words: "Education is the key that opens the door to success"
    Abalimi abarhwebayo badla ngokulima isilimo esinye The market farmers usually plant the same crop

Usetyenziso

The auxiliary verb '-dla' is often followed by 'ngoku-' as in the examples above.