Inguqulelo ka -fanelwa ingesiNgesi:

-fanelwa

deserve

isenzi + isenzela + isenziwa

  • 1

    deserve
    Wena wedwa ufanelwe kukuba sikunqule You alone deserve to be worshipped by us
  • 2

    be suited
    UBantu ufanelwe ngulo msebenzi wakhe Bantu is suited to his work