Inguqulelo ka -fezekisa ingesiNgesi:

-fezekisa

cause to accomplish

isenzi + isenzisa + isenzeka

  • 1

    cause to accomplish
    cause to achieve
    cause to fulfil
    Uza kwenza ntoni ngale mali ukufezekisa amaphupha akho? What are you going to do with this money to fulfil your dreams?