Inguqulelo ka -funda ingesiNgesi:

-funda

read

isenzi

  • 1

    read
    Funda amagama ezilwanyana zasefama Read the names of the farm animals
  • 2

    learn
    study
    Abafundi kufuneka bafunde Learners must learn
  • 3

    go to school
    UNdumiso ufunda esikolweni, iSwelihle Ndumiso goes to Swelihle School