Inguqulelo ka -fundela ingesiNgesi:

-fundela

read for

isenzi + isenzela

  • 1

    read for
    read to
    Utitshala ufundela abafundi imiyalelo The teacher reads the instructions for the learners
    Fundela abafundi Read to the learners
  • 2

    study for
    Ufundela iimviwo She is studying for exams
  • 3

    study to be
    study to become
    Kwedini kaPhikoro, uze ufundele ubugqwetha Son of Phikoro, you should study to be a lawyer