Inguqulelo ka -funwa ingesiNgesi:

-funwa

be wanted

isenzi + isenziwa

  • 1

    be wanted
    be desired
    Incwadi ithetha le nto ifunwa ngumbhali wayo The book conveys what is wanted by its writer
  • 2

    be needed
    Yintoni efunwa sisikolo ngasinye? What is needed by each school?
  • 3

    be searched for
    be looked for
    Iingxowa ezifunwa ngamapolisa ziphantsi kwebhedi The bags that are being searched for by the police are under the bed