Inguqulelo ka -funyanwa ingesiNgesi:

-funyanwa

be received

isenzi + isenziwa

  • 1

    be received
    Ezi ncwadi ziza kufunyanwa zizikolo zonke eMpumalanga These books will be received by all the schools in Mpumalanga
  • 2

    be found
    Wafunyanwa eyantaza apho He was found roaming about there
    Wafunyanwa yingonyama endleleni, yambulala He was found by the lion and it killed him