Inguqulelo ka -gqitha ingesiNgesi:

-gqitha

go past

isenzi

  • 1

    go past
    pass by
    Wagqitha nje eofisini walanda uPule He passed by the office and fetched Pule
  • 2

    overtake
    Ukuba ndiye ndamgqitha uMax, ndiya kuluphumelela ugqatso If I overtake Max, I will win the race