Inguqulelo ka -gqitywa ingesiNgesi:

-gqitywa

be decided

isenzi + isenziwa

  • 1

    be decided
    Kwagqitywa ekubeni kwenziwe umtshato ozolileyo It was decided that there should be a calm wedding
  • 2

    be completed
    be finished
    Yagqitywa ke le ndlu ngosuku lwesithathu So, this house was completed on the third day