Inguqulelo ka -hlaba ingesiNgesi:

-hlaba

stab

isenzi

  • 1

    stab
    UThubeni uhlabe unyana wakhe Thubeni stabbed his son
  • 2

    inject
    Ugqirha wamhlaba, wamnika amayeza The doctor injected her and gave her medicines
  • 3

    strongly affect
    touch (a person's feelings)
    Wamhlaba lo mthandazo uNofundile Nofundile was touched by this prayer