Inguqulelo ka -hlala ingesiNgesi:

-hlala

stay

isenzi

  • 1

    stay
    live
    reside
    Uhlala phi? Where do you live?
    Ndihlala eGcuwa I live in Butterworth
  • 2

    sit
    Hlala apha esitulweni, ndiza kukuphathela amanzi Sit here on the chair, I will bring you water