Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika -hlola in isiXhosa

: -hlola1-hlola2

-hlola1

examine

isenzi

  • 1

    examine
    Utitshala wakho uza kuhlola imihlathi yakho Your teacher will examine your paragraphs
  • 2

    inspect
    check
    Ipolisa layihlola imoto ngaphakathi nangaphandle The policeman inspected the car inside and out
  • 3

    assess
    Hlola umfundi ngamnye eqeleni Assess each learner in the group

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika -hlola in isiXhosa

: -hlola1-hlola2

-hlola2

be a bad omen

isenzi

  • 1

    be a bad omen
    Ukukhala kwesikhova emzini kuyahlola The cry of an owl in the homestead is a bad omen