Inguqulelo ka -khula ingesiNgesi:

-khula

grow

isenzi

  • 1

    grow
    Umbona ukhula kakuhle gqitha kwiindawo ezishushu Mealies grow well in warm places
    Usana oluncanca ubisi luza kukhula kakuhle A baby that drinks breast milk will grow well
  • 2

    grow
    increase
    Imali egcinwa ebankini iza kukhula msinyane Money that is saved in the bank will grow quickly