Inguqulelo ka -landela ingesiNgesi:

-landela

follow

isenzi + isenzela

  • 1

    follow
    Landela imiyalelo katitshala ngononelelo Follow the teacher's instructions carefully
    Ithole lilandela inkomo emasimini The calf follows the cow to the fields