Inguqulelo ka -linganisa ingesiNgesi:

-linganisa

try on

isenzi + isenzisa

  • 1

    try on
    fit on
    Linganisa ezi zihlangu, Sisanda! Try on these shoes, Sisanda!
  • 2

    imitate
    pretend
    act
    Linganisa ube ngathi ufunda ingxelo yemozulu kunomathotholo Pretend that you are reading the weather forecast on radio
  • 3

    compare
    Amadoda alinganisa iimoto zawo The men compare their motor cars
  • 4

    measure
    weigh
    Linganisa i-100mm ze ugqobhoze ngesikhonkwane Measure 100 mm and then make a hole using a nail