Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika -mela in isiXhosa

: -mela1-mela2

-mela1

stand for

isenzi + isenzela

  • 1

    stand for
    represent
    Isifinyezo u-g umele igram The abbreviation g stands for gram
  • 2

    represent
    Aba bathabathi-nxaxheba bamele iqela laseNtshona Koloni These participants represent the Western Cape team
  • 3

    (in a law court)
    represent
    defend
    Igqwetha liza kumela uNodita The lawyer is going to represent Nodita
  • 4

    stand up
    Ndimela ukudlulisa amazwi ombulelo kuni, ngenxaxheba yenu I stand up to give words of thanks to you for your participation
  • 5

    emphasise
    Bamela into yokuba bonke abantwana mabazifunde iincwadi They emphasised that all children must read books

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika -mela in isiXhosa

: -mela1-mela2

-mela2

ought to do something

intsiza-senzi

  • 1

    ought to do something
    should do something
    Ubhuti kumele ukuba avuke aye evenkileni My brother should wake up and go to the shop
    Ndimele ukuthandaza emini nasebusuku I should be praying day and night