Inguqulelo ka -melana ingesiNgesi:

-melana

face

  • 1

    face
    oppose
    confront
    Wamelana nabo ke uElima, efuna ukulijika ilungu elo elukholweni Elima opposed them as he wanted to change the member from believing
  • 2

    deal with
    cope with
    Mababaliselane ngeendlela abathe bamelana ngazo neemeko ezichukumisayo They should tell one another about the ways in which they dealt with sensitive situations
  • 3

    endure
    Zamnceda wakwazi ukumelana neentlungu They helped her and she was able to endure the pains
  • 4

    meet
    Utitshala angayisebenzisa le tshati ukumelana neemfuno zomsebenzi ngamnye The teacher may use this chart to meet the demands of each activity
  • 5

    be neighbours
    Thina nooSoveyile simelene Soveyile and us are neighbours