Inguqulelo ka -misela ingesiNgesi:

-misela

appoint

isenzi + isenzisa + isenzela

  • 1

    appoint
    Wamisela amagosa okuqhuba nenkqubo He appointed officials to continue with the programme
  • 2

    instruct
    make a rule
    UThixo wamisela intlanzi enkulu ukuba imginye uYona God instructed a big fish to swallow Jonah
  • 3

    to help a woman get pregnant
    Ugqirha wamisela udade wethu The doctor helped my sister to get pregnant