Inguqulelo ka -miswa ingesiNgesi:

-miswa

be caused to stop

isenzi + isenzisa + isenziwa

  • 1

    be caused to stop
    be brought to a standstill
    Uthe xa abuyayo wamiswa ngamapolisa eSwaartkop On his way back, he was stopped by police at Swaartkop
  • 2

    be pitched (a tent)
    be erected
    Zamiswa iintente ngokukhawuleza The tents were pitched quickly
  • 3

    be made to stand
    Wamiswa apho He was made to stand there
  • 4

    be appointed
    be ordained
    Wamiswa uTshaka nguDingiswayo Shaka was appointed by Dingiswayo
  • 5

    be established
    Icandelo loYilo lweLwimi lamiswa ngo-Agasti we-1993 The Language Planning Section was established in August 1993