Inguqulelo ka -nceda ingesiNgesi:

-nceda

help

isenzi

  • 1

    help
    assist
    Nceda abahlobo bakho bakwazi ukufunda Help your friends so that they are able to read
  • 2

    please
    Nceda ubhafe usana Please bath the baby
    Nceda uvale ucango Please shut the door
    Khawuncede uphendule xa ndithetha nawe Please answer when I talk to you
    Khawuncede umamele ngobunono xa ndicacisa le nto Please listen carefully when I explain this