Inguqulelo ka -ncoma ingesiNgesi:

-ncoma

praise

isenzi

  • 1

    praise
    commend
    Wancoma abafundi akubona okusekwenziwe She praised the learners when she saw what had been done
  • 2

    admire
    Ndiyamncoma uZweli, kuba ukhaliphile yaye unobubele I admire Zweli because he's brave and kind