Inguqulelo ka -netha ingesiNgesi:

-netha

be caught in rain

isenzi

  • 1

    be caught in rain
    become wet from rain
    Wanetha ehamba esiya evenkileni He was caught in the rain while walking to the shop
  • 2

    rain
    Yanethayanetha iintsuku ezininzi It rained and rained for many days
    → See -na