Inguqulelo ka -ngongoza ingesiNgesi:

-ngongoza

throb

isenzi

  • 1

    throb
    pound
    Wagoduka umfana uvalo lungongoza ngenxa yethemba nokuvuya The young man went home, his heart throbbing with hope and excitement
  • 2

    bang
    Izikrelemnqa zazingongoza iingcango The thugs were banging on the doors