Inguqulelo ka -nikezela ingesiNgesi:

-nikezela

pass to

isenzi + isenzisa + isenzela

  • 1

    pass to
    hand to
    give to
    USinyhadavu wanikezela ithotshi kuDludlanazo ukuba alayite Sinyhadavu passed the torch to Dludlanazo to switch on
  • 2

    give up
    Ngowe-1936 wanikezela ngobutitshala, esiya kunceda abantu In 1936, he gave up his teaching career to go and help the people
  • 3

    provide
    offer
    Wanikezela ngezifundo zobugcisa He offered science studies
  • 4

    ifiziksi
    conduct
    Zonke iimetali ziyawunikezela umbane All metals conduct electricity