Inguqulelo ka -nxiba ingesiNgesi:

-nxiba

put on

isenzi

  • 1

    (clothes)
    put on
    Wanxiba ilokhwe yakhe wathatha isipaji sakhe waphuma ngomnyango She put on her dress, took her wallet and went out the door
  • 2

    dress
    get dressed
    Khawulezani, ninxibe! Hurry up and get dressed!
  • 3

    wear
    Amantombazana esikolo sethu anxiba iziketi eziluhlaza The girls at our school wear green skirts