Inguqulelo ka -nyibilika ingesiNgesi:

-nyibilika

dissolve

isenzi

  • 1

    dissolve
    Ityuwa iyanyibilika emanzini Salt dissolves in water
  • 2

    melt
    Uyanyibilika umkhenkce elangeni Ice melts in the sun
    Isinyithi siyanyibilika kumaqondo obushushu aphezulu kakhulu Metal melts at very high temperatures