Inguqulelo ka -nyuka ingesiNgesi:

-nyuka

go up

isenzi

  • 1

    go up
    rise
    ascend
    Umphunga uyanyuka usuka eketileni The steam rises from the pot
    Ixabiso lesonka liza kunyuka The price of bread will rise
    Wanyuka eziya zitepusi engxamile She ascends the stairs in a hurry
  • 2

    be high
    Uthe akuya kwagqirha waxelelwa ukuba igazi lakhe linyukile When she went to the doctor, she was told that her blood pressure was high
  • 3

    increase
    rise
    Inani labantu linyuke The number of people has risen