Inguqulelo ka -onakala ingesiNgesi:

-onakala

break down

isenzi

  • 1

    break down
    Ibhasi yonakala endleleni The bus broke down on the way
  • 2

    go wrong
    Ke ukuba ndiya kude kuya konakala ntoni? So if I go far what will go wrong?
  • 3

    decompose
    go bad
    rot
    Wafika nenyama sele yonakala When she arrived, the meat was decomposed