Inguqulelo ka -othuswa ingesiNgesi:

-othuswa

be surprised

isenzi + isenzisa + isenziwa

  • 1

    be surprised
    be shocked
    Wothuswa yimpendulo yonyana wakhe She was shocked by her son's answer
  • 2

    be woken
    be disturbed
    be alerted
    Wothuswa ebuthongweni yingxolo He was woken from sleep by the noise