Inguqulelo ka -oyiswa ingesiNgesi:

-oyiswa

be beaten

isenzi + isenziwa

  • 1

    be beaten
    be defeated
    be conquered
    Bahlasela nangona boyiswa ngamaMpondo They attacked, even though they were conquered by the Mpondo nation