Inguqulelo ka -phanga ingesiNgesi:

-phanga

eat quickly

isenzi

  • 1

    eat quickly
    Emva koko uye wachopha esitulweni waphanga ukutya After that, he sat on the chair and ate the food quickly
  • 2

    rob
    Izikrelemnqa ziphanga abantu ebusuku The thugs rob people at night