Inguqulelo ka -phatha ingesiNgesi:

-phatha

carry

isenzi

  • 1

    carry
    hold
    Ndiza kuphatha ukutya ngebhaskithi I will carry the food in a basket
  • 2

    rule
    govern
    Ngowe-1736 uPhalo waphatha isizwe samaXhosa In 1736 Phalo governed the Xhosa nation
  • 3

    treat
    Uphethe kakubi umntwana wakhe She ill-treats her child
  • 4

    touch
    handle
    Ukuba uphatha isikhumba sayo esifumileyo uyakuphila If you touch its soft skin, you will be healed