Inguqulelo ka -phelisa ingesiNgesi:

-phelisa

cause to end

  • 1

    cause to end
    cause to finish
    Ipilisi iza kuyiphelisa intloko yam ebuhlungu? Will the pill end my headache?
  • 2

    abolish
    ban
    Urhulumente wakuphelisa ukutshaya ezivenkileni The govenment banned smoking in shops