Inguqulelo ka -phumeza ingesiNgesi:

-phumeza

fulfil

isenzi + isenzeka

  • 1

    fulfil
    Wazinyanzelisa ke noko ukuwuphumeza lo mnqweno She pushed herself to fulfil this wish
  • 2

    accomplish
    achieve
    Usebenze nzima, waza waziphumeza iinjongo zakhe She worked hard and achieved her goals