Inguqulelo ka -qalwa ingesiNgesi:

-qalwa

be started

isenzi + isenziwa

  • 1

    be started
    be begun
    be commenced
    move from
    Kuqalwa phi ukubala? Where is the counting started from?
  • 2

    be initiated
    be established
    be started
    Le ndawo yaqalwa nguNkosazana Mhlantla oselenemibimbi This place was established by Ms Mhlantla, who is now very old (has wrinkles)