Inguqulelo ka -qhutywa ingesiNgesi:

-qhutywa

be driven

isenzi + isenziwa

  • 1

    be driven
    Yafika yona inqwelo yezigulana iqhutywa yindoda The ambulance arrived, driven by a man
  • 2

    be directed
    be conducted
    Inkqubo yobalo lwabantu ezikolweni iqhutywa yi-Statistics South Africa The census in schools is conducted by Statistics South Africa
  • 3

    be managed
    Loo venkile iqhutywa yinkosikazi yakhe lo gama yena asesikolweni That shop is managed by his wife while he is at school