Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika -sabela in isiXhosa

: -sabela1-sabela2

-sabela1

flee to

isenzi + isenzela

  • 1

    flee to
    UJake wasabela ententeni kaTom Jake fled to Tom's tent

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika -sabela in isiXhosa

: -sabela1-sabela2

-sabela2

isenzi

  • 1

    respond (to a call or a shout)
    Ndasabela kumama wam owayendikhwaza I responded to my mother who was calling me