Inguqulelo ka -sebenza ingesiNgesi:

-sebenza

work

isenzi

  • 1

    work
    Sebenza kunye neqabane Work with a partner
  • 2

    work
    have a job
    have employment
    Utata usebenza eRhawutini Father works in Johannesburg
  • 3

    work
    function (e.g. a phone or other device)
    Ifoni yam iyasebenza ngoku My phone is working now
  • 4

    work
    be effective
    La mayeza asebenza njani? How does this medicine work?