Inguqulelo ka -seka ingesiNgesi:

-seka

support

isenzi

  • 1

    support
    Kunzima ukuseka umzi It is difficult to support the homestead
  • 2

    set
    establish
    create
    Sisebenze kunye ukuseka imithetho kwiqela lethu We worked together to set the rules in our group