Inguqulelo ka -sila ingesiNgesi:

-sila

grind

isenzi

  • 1

    grind
    crush
    UDlezinye usila umbona elityeni Dlezinye grinds the mealies on the stone
  • 2

    mince
    Usila inyama ngomatshini She minces the meat with a machine
  • 3

    brew
    UNomfazwe wasila intwana yotywala ukuthoba unxano Nomfazwe brewed some African beer to quench their thirst