Inguqulelo ka -sinda ingesiNgesi:

-sinda

escape

isenzi

  • 1

    escape
    Ngethamsanqa basinda bonke Luckily they all escaped
  • 2

    be heavy
    Kaloku ibhegi yakhe yeencwadi iyasinda Indeed, her book bag is heavy
  • 3

    smear fresh dung on a floor
    Abafazi basinda ngobulungwe ukwenza umgangatho ube mhle Women smear the floor with cow dung to make it beautiful