Inguqulelo ka -thanda ingesiNgesi:

-thanda

like

isenzi

  • 1

    like
    Uthanda ikofu okanye iti? Do you like tea or coffee?
  • 2

    love
    adore
    Uthanda abantwana kakhulu She loves children a lot
  • 3

    tend to
    have a habit
    Uthanda ukufika emva kwexesha He tends to come late