Inguqulelo ka -thatyathwa ingesiNgesi:

-thatyathwa

be taken

isenzi + isenziwa

  • 1

    be taken
    be extracted
    be copied
    Inqaku lithatyathwe kwi-Cape Argus The article is taken from the Cape Argus
  • 2

    be taken
    Ifoto yathatyathwa eRhawutini kwiminyaka embalwa edlulileyo The photo was taken in Johannesburg in the last few years