Inguqulelo ka -thethwa ingesiNgesi:

-thethwa

be said

isenzi + isenziwa

  • 1

    be said
    be spoken
    Magaba, uyayiva le nto ithethwa ngulo mntwana? Magaba, do you hear what is being said by this child?
  • 2

    be meant
    UNolitha uyayiva le nto ithethwa kulo mbongo Nolitha understands what is meant in this poem