Inguqulelo ka -thoba ingesiNgesi:

-thoba

bring down

isenzi

  • 1

    bring down
    reduce
    decrease
    Ndayiphawula ukuba imoto ithoba isantya I noticed that the car decreases speed
    Bayalithoba ixabiso lentlawulo yomsebenzi womsebenzi ngamnye They bring down the payment of each worker's job
  • 2

    drop off
    Bandithoba ngaphandle kwesango They dropped me off outside the gate
  • 3

    bend down
    Jonga! Thoba kancinci, nabo besiza Look! Look! Bend down a little, there they come