Inguqulelo ka -thumela ingesiNgesi:

-thumela

send to

isenzi + isenzela

  • 1

    send to
    send for
    Wathumela abafundi bakhe esixekweni, bayokuthenga ukudla She sent her learners to town to buy food
  • 2

    post
    Wathumela iincwadi emazweni onke kakumkani, kwilizwe ngelizwe He posted letters to all of the king's countries, country by country